IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kwathi ke ngoxa uSamuweli wayenikela umnikelo otshiswayo, amaFilisti wona asondela edabini nxamnye noSirayeli. Ke kaloku uYehova wabangela ukuba kududume ngengxolo enkulu+ ngaloo mini kumaFilisti, ukuze avuse isiphithiphithi kuwo;+ oyiswa ke phambi koSirayeli.+

  • 2 Kronike 14:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UAsa wabiza kuYehova uThixo wakhe+ wathi: “Owu Yehova, ngokuphathelele ukunceda, akunamsebenzi kuwe enoba baninzi okanye ngabo bangenamandla.+ Khawusincede, Yehova Thixo wethu, kuba sayama ngawe,+ siza nxamnye nesi sihlwele ngegama lakho.+ Owu Yehova, unguThixo wethu.+ Musa ukuvumela umntu ofayo abe namandla nxamnye nawe.”+

  • INdumiso 44:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Owu Thixo, sivile ngeendlebe zethu,

      Ookhokho bethu basibalisele+

      Umsebenzi owawenzayo ngemihla yabo,+

      Ngemihla yakudala.+

  • INdumiso 105:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Khumbulani imisebenzi yakhe emangalisayo ayenzileyo,+

      Imimangaliso yakhe nezigwebo zomlomo wakhe,+

  • Isaya 37:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Ngenxa yoko uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya wanduluka wemka, wabuya+ wahlala eNineve.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share