INdumiso 32:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ndiya kukuqiqisa ndikuyalele ngendlela ofanele uhambe ngayo.+Ndiya kukucebisa iliso lam likuwe.+ Isaya 30:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Neendlebe zakho ziya kuva ilizwi emva kwakho lisithi: “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo,” nokuba nisinga ekunene, nokuba nisinga ekhohlo.+ Isaya 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+
21 Neendlebe zakho ziya kuva ilizwi emva kwakho lisithi: “Nantsi indlela.+ Hambani ngayo,” nokuba nisinga ekunene, nokuba nisinga ekhohlo.+
10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+