Isaya 10:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Kothi ke ngaloo mini umthwalo wakhe usuke egxalabeni lakho,+ nedyokhwe yakhe entanyeni yakho,+ yaye ngokuqinisekileyo idyokhwe leyo iya kwaphuka+ ngenxa yeoli.” Isaya 52:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Zivuthulule uthuli,+ suk’ ume, hlala phantsi, Yerusalem. Zikhulule izibopho zentamo yakho, ntombi yaseZiyon engumthinjwa.+ Yeremiya 29:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngokuvisisana nokuzaliseka kweminyaka engamashumi asixhenxe eBhabhiloni ndiya kuphethulela ingqalelo yam kuni,+ kwaye ndiya kulimisela kuni ilizwi lam elilungileyo ngokunibuyisela kule ndawo.’+ Yeremiya 50:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UMhlawuleli wabo womelele,+ igama lakhe+ nguYehova wemikhosi. Nakanjani na uya kulichophela ityala labo,+ ukuze okunene alinike ukuphumla ilizwe+ aze abangele ukuphazamiseka kubemi baseBhabhiloni.”+ Zekariya 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Wena, mfazindini, ngegazi lomnqophiso wakho+ ndiza kuthumela amabanjwa akho+ ndiwakhupha emhadini ekungekho manzi kuwo.
27 “Kothi ke ngaloo mini umthwalo wakhe usuke egxalabeni lakho,+ nedyokhwe yakhe entanyeni yakho,+ yaye ngokuqinisekileyo idyokhwe leyo iya kwaphuka+ ngenxa yeoli.”
2 Zivuthulule uthuli,+ suk’ ume, hlala phantsi, Yerusalem. Zikhulule izibopho zentamo yakho, ntombi yaseZiyon engumthinjwa.+
10 “Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Ngokuvisisana nokuzaliseka kweminyaka engamashumi asixhenxe eBhabhiloni ndiya kuphethulela ingqalelo yam kuni,+ kwaye ndiya kulimisela kuni ilizwi lam elilungileyo ngokunibuyisela kule ndawo.’+
34 UMhlawuleli wabo womelele,+ igama lakhe+ nguYehova wemikhosi. Nakanjani na uya kulichophela ityala labo,+ ukuze okunene alinike ukuphumla ilizwe+ aze abangele ukuphazamiseka kubemi baseBhabhiloni.”+
11 “Wena, mfazindini, ngegazi lomnqophiso wakho+ ndiza kuthumela amabanjwa akho+ ndiwakhupha emhadini ekungekho manzi kuwo.