Yobhi 13:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye ufana nento ebolileyo ephelayo;+Njengesambatho esidliwa linundu siphele.+ INdumiso 39:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Umntu umlungise ngokumohlwayela isiphoso,+Izinto zakhe ezinqwenelekayo uzidla njengoko lisenza inundu.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni bangumphunga.+ Seʹlah.
11 Umntu umlungise ngokumohlwayela isiphoso,+Izinto zakhe ezinqwenelekayo uzidla njengoko lisenza inundu.+Ngokuqinisekileyo bonke abantu basemhlabeni bangumphunga.+ Seʹlah.