IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Zekariya 13:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Krelendini, vuka nxamnye nomalusi wam,+ nxamnye nendoda eyomeleleyo esisinxulumani sam,”+ utsho uYehova wemikhosi. “Xabela umalusi,+ uze uchithachitheke umhlambi;+ yaye ngokuqinisekileyo isandla sam ndiya kusibuyisela kwezo zingabalulekanga.”+

  • Luka 2:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 (ewe, ikrele elide liya kutyhutyha umphefumlo wakho),+ ukuze iingcinga zeentliziyo ezininzi zityhileke.”+

  • Roma 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba, eneneni, uKristu, wathi ngoxa sasisebuthathaka,+ wabafela abantu abangenabuthixo ngexesha elimiselweyo.+

  • Hebhere 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kungenjalo, bekuya kufuneka abandezeleke ngokufuthi ukususela ekusekweni+ kwehlabathi. Kodwa ngoku uzibonakalise+ kwaba kanye+ ekuphelisweni kweenkqubo zezinto+ ukuze asisuse isono ngombingelelo wakhe siqu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share