- 
	                        
            
            Nehemiya 13:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        15 Ngaloo mihla ndabona kwaYuda abantu bexovula izixovulelo zewayini ngesabatha+ yaye besizisa amazala, bewakhwelisa+ kumaesile,+ newayini, neediliya namakhiwane+ nalo lonke uhlobo lomthwalo, beyizisa eYerusalem ngomhla wesabatha;+ ndaza ndanikela ubungqina ngabo ngemini yokuthengisa kwabo izixhaso. 
 
- 
                                        
- 
	                        
            
            Isaya 58:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        13 “Ukuba ngenxa yesabatha uya kulubuyisa unyawo lwakho ngokubhekisele ekwenzeni oko kuyolisa wena ngomhla wam ongcwele,+ yaye okunene uya kuyibiza isabatha ngokuba luyolo olugqibeleleyo, umhla ongcwele kaYehova, ozukiswayo,+ kwaye okunene uya kuyizukisa kunokuba wenze ezakho iindlela, kunokuba ufumane okuyolisa wena uze uthethe ilizwi; 
 
-