1 Samuweli 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Waza uElikana indoda yakhe wathi kuye: “Hana, kutheni ulila nje, yaye kutheni ungadli nje, kwaye kutheni intliziyo yakho imbi nje?+ Andilungile na kuwe ngaphezu koonyana abalishumi?”+
8 Waza uElikana indoda yakhe wathi kuye: “Hana, kutheni ulila nje, yaye kutheni ungadli nje, kwaye kutheni intliziyo yakho imbi nje?+ Andilungile na kuwe ngaphezu koonyana abalishumi?”+