Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ 1 Kumkani 11:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kwaye ndiya kuyithoba inzala kaDavide ngenxa yoku,+ kodwa andiyi kusoloko ndisenjenjalo.’”+ INdumiso 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+ Isaya 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+ Isaya 54:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndakushiya ngokupheleleyo okomzuzwana omncinane,+ kodwa ndiya kukuqokelela ndawonye ngeenceba ezinkulu.+
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+
12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+
7 “Ndakushiya ngokupheleleyo okomzuzwana omncinane,+ kodwa ndiya kukuqokelela ndawonye ngeenceba ezinkulu.+