Eksodus 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+ INdumiso 63:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngenxa yokuba ububele bakho bothando bulunge ngakumbi kunobomi,+Imilebe yam iya kukuncoma.+ INdumiso 107:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abantu mabambulele uYehova ngobubele bakhe bothando+Nangemisebenzi yakhe emangalisayo koonyana babantu.+ INdumiso 136:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 136 Bulelani kuYehova, kuba ulungile:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+
6 kodwa ndibenzela ububele bothando kuse kwisizukulwana sewaka abo bandithandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.+
8 Abantu mabambulele uYehova ngobubele bakhe bothando+Nangemisebenzi yakhe emangalisayo koonyana babantu.+
136 Bulelani kuYehova, kuba ulungile:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+