IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 50:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 UThixo wethu uya kuza yaye akanakuthi cwaka.+

      Phambi kwakhe umlilo uyaqwenga,+

      Yaye ujikelezwe sisaqhwithi esigqithiseleyo.+

  • Isaya 43:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+

  • Yeremiya 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Andifanele ndibaphendulise na ngenxa kanye yezi zinto?” utsho uYehova.+ “Okanye phezu kohlanga olunjengolu umphefumlo wam awufanele uziphindezele na?”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share