Yohane 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+ Filipi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+ Kolose 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye nakuphi na enikwenzayo ngelizwi okanye ngomsebenzi,+ yenzani izinto zonke egameni leNkosi uYesu,+ nimbulela+ uThixo uBawo ngaye.
6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+
9 Ngenxa kanye yesi sizathu uThixo wamphakamisela kwisigxina esongamileyo+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+
17 Yaye nakuphi na enikwenzayo ngelizwi okanye ngomsebenzi,+ yenzani izinto zonke egameni leNkosi uYesu,+ nimbulela+ uThixo uBawo ngaye.