Yohane 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ubomi,+ yaye ubomi babulukhanyiso+ lwabantu. Yohane 6:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Ngumoya onika ubomi;+ inyama ayisebenzi nto konke konke. Amazwi endiwathethileyo kuni angumoya+ yaye abubomi.+ Yohane 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Oku kuthetha ubomi obungunaphakade,+ ukungenisa kwabo ulwazi+ ngawe, wena ukuphela koThixo oyinyaniso,+ nangalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+ Roma 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+ ISityhilelo 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukuzoyika izinto osele uza kubandezeleka ngazo.+ Khangela! UMtyholi+ uya kuhlala ephosa bambi benu entolongweni ukuze nivavanywe+ ngokupheleleyo, nokuze nibe nembandezelo+ imihla elishumi. Zingqine uthembekile kude kuse ekufeni,+ mna ke ndokunika isithsaba sobomi.+
63 Ngumoya onika ubomi;+ inyama ayisebenzi nto konke konke. Amazwi endiwathethileyo kuni angumoya+ yaye abubomi.+
3 Oku kuthetha ubomi obungunaphakade,+ ukungenisa kwabo ulwazi+ ngawe, wena ukuphela koThixo oyinyaniso,+ nangalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+
23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+
10 Musa ukuzoyika izinto osele uza kubandezeleka ngazo.+ Khangela! UMtyholi+ uya kuhlala ephosa bambi benu entolongweni ukuze nivavanywe+ ngokupheleleyo, nokuze nibe nembandezelo+ imihla elishumi. Zingqine uthembekile kude kuse ekufeni,+ mna ke ndokunika isithsaba sobomi.+