INdumiso 33:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Imiphefumlo yethu ibilindele kuYehova.+Umncedi wethu nekhaka lethu nguye.+ INdumiso 39:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Owu Yehova, bendithembe ntoni na?Ndilindele kuwe.+ Hebhere 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ukuze ningadangali,+ kodwa nibe ngabaxelisa+ abo bathi ngokholo nomonde bazidle ilifa izithembiso.+ 2 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+
12 ukuze ningadangali,+ kodwa nibe ngabaxelisa+ abo bathi ngokholo nomonde bazidle ilifa izithembiso.+
9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+