-
Yobhi 31:25INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
25 Ukuba bendidla ngokuba nemihlali ngenxa yokuba impahla yam ininzi,+
Nangenxa yokuba isandla sam sifumene izinto ezininzi;+
-
Habhakuki 2:5INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
5 Yaye, eneneni, ngenxa yokuba iwayini yenza ngobuqhophololo,+ indoda eyomeleleyo iyazidla;+ kwaye ayiyi kulufikelela usukelo lwayo,+ lowo uwenze wabanzi umphefumlo wakhe kanye njengeShiyol, nofana nokufa ongenakwaneliswa.+ Uqhubeka ehlanganisela kuye zonke iintlanga eziqokelela ndawonye kuye zonke izizwana.+
-
-
-