Genesis 34:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bonke ubuncwane babo, nabo bonke abantwana babo abancinane nabafazi babo babathabatha njengabathinjwa, baphanga neento zonke ezazisezindlwini.+ Isaya 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+
29 Bonke ubuncwane babo, nabo bonke abantwana babo abancinane nabafazi babo babathabatha njengabathinjwa, baphanga neento zonke ezazisezindlwini.+
4 kuba phambi kokuba inkwenkwe leyo ikwazi ukumemeza ithi,+ ‘Tata!’ nokuthi ‘Mama!’ ubuncwane baseDamasko namaxhoba aseSamariya aya kuthwalelwa phambi kokumkani waseAsiriya.”+