Yobhi 7:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ngaba umntu ofayo akanamsebenzi usisinyanzelo+ na emhlabeni,Yaye ngaba iintsuku zakhe azifani neentsuku zomqeshwa?+ Isaya 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke kaloku uYehova uthethile, esithi: “Kwiminyaka emithathu, ngokweminyaka yomqeshwa,+ uzuko+ lwakwaMowabhi lumele luhlazeke ngalo lonke uhlobo lwengxokolo eninzi, nabo baseleyo baya kuba mbalwa kakhulu, bengenamandla.”+
7 “Ngaba umntu ofayo akanamsebenzi usisinyanzelo+ na emhlabeni,Yaye ngaba iintsuku zakhe azifani neentsuku zomqeshwa?+
14 Ke kaloku uYehova uthethile, esithi: “Kwiminyaka emithathu, ngokweminyaka yomqeshwa,+ uzuko+ lwakwaMowabhi lumele luhlazeke ngalo lonke uhlobo lwengxokolo eninzi, nabo baseleyo baya kuba mbalwa kakhulu, bengenamandla.”+