IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 16:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Noko ke, uAsa wayicaphukela imboni leyo waza wayifaka kwindlu yesitokisi,+ waba nomsindo kuyo ngenxa yoku.+ UAsa waqalisa ukutyumza+ abanye abantu ngelo xesha.

  • Yeremiya 29:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 ‘UYehova ukwenze umbingeleli esikhundleni sikaYehoyada umbingeleli, ukuze ube ngumveleli ozukileyo wendlu kaYehova+ ngakuye nawuphi na umntu onempambano+ nozenza umprofeti, yaye umele umfake ezitokisini nasemgoqweni;+

  • IZenzo 16:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngenxa yokuba efumene umyalelo onjalo, wabaphosa kwintolongo engaphakathi+ waza waziqinisa iinyawo zabo ezitokisini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share