Yobhi 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Mawutshabalale umhla endazalwa ngawo,+Kwanobusuku awathi ngabo umntu, ‘Kukhawulwe indoda eyomeleleyo!’ Yeremiya 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yeha ke mna,+ mama, ngenxa yokuba undizele, indoda yengxabano nendoda yembambano kunye nomhlaba wonke.+ Andibolekisanga, yaye abandibolekanga. Bonke bayandiqalekisa.+
3 “Mawutshabalale umhla endazalwa ngawo,+Kwanobusuku awathi ngabo umntu, ‘Kukhawulwe indoda eyomeleleyo!’
10 Yeha ke mna,+ mama, ngenxa yokuba undizele, indoda yengxabano nendoda yembambano kunye nomhlaba wonke.+ Andibolekisanga, yaye abandibolekanga. Bonke bayandiqalekisa.+