Yobhi 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ayizivalanga iingcango zesisu sikama,+Ngaloo ndlela ifihle iinkathazo emehlweni am. Yobhi 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko wandikhuphelani na esibelekweni?+Ukuba ndandibhubhile, ngekungekho neliso engelalindibonile,
18 Ngoko wandikhuphelani na esibelekweni?+Ukuba ndandibhubhile, ngekungekho neliso engelalindibonile,