Duteronomi 4:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.” INdumiso 128:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uya kudla ukubulaleka kwezandla zakho.+Uya kuba noyolo yaye kuya kuba kuhle kuwe.+ Isaya 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yithini kuya kuba kuhle ngalowo ulilungisa,+ kuba aya kudla isiqhamo sezenzo zawo.+ Yeremiya 42:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Enoba lilungile okanye libi, lilizwi likaYehova uThixo wethu esikuthuma kuye esiya kulithobela, ukuze silungelwe ngenxa yokuba silithobela ilizwi likaYehova uThixo wethu.”+
40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.”
6 Enoba lilungile okanye libi, lilizwi likaYehova uThixo wethu esikuthuma kuye esiya kulithobela, ukuze silungelwe ngenxa yokuba silithobela ilizwi likaYehova uThixo wethu.”+