INdumiso 106:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+ Isaya 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+ Isaya 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+ Yeremiya 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+ Yeremiya 31:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yabona, ndiyabazisa bevela kwilizwe lasemntla,+ yaye ndiza kubaqokelela ndawonye bevela kweyona mimandla ithe qelelele yomhlaba.+ Phakathi kwabo kuya kubakho imfama nesiqhwala, umfazi omithiyo nalowo uzalayo, xa bebonke.+ Baya kubuyela apha belibandla elikhulu.+ Zekariya 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ndiza kubabethela umlozi+ ndize ndibaqokelele ndawonye; kuba ngokuqinisekileyo ndiya kubakhulula,+ yaye bamele babe baninzi, kanye njengabo baye baba baninzi.+
47 Sisindise, Yehova Thixo wethu,+Uze usiqokelele ndawonye ezintlangeni+Ukuze sibulele igama lakho elingcwele,+Sithethe ngemigcobo indumiso yakho.+
11 Kuya kuthi ngaloo mini uYehova kwakhona anikele isandla sakhe, isihlandlo sesibini,+ ukuze azuze intsalela yabantu bakhe abaya kusala eAsiriya+ naseYiputa+ nasePatrosi+ nakwaKushe+ nakwaElam+ naseShinare+ naseHamati nakwiziqithi zolwandle.+
10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+
14 Ndiya kuzenza ndifumaneke kuni,’+ utsho uYehova. ‘Kwaye ndiya kulihlanganisa iqela labathinjwa ndize ndiniqokelele ndawonye kuzo zonke iintlanga nakuzo zonke iindawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Yaye ndiya kunibuyisela kule ndawo nivela apho ndanibangela naya khona ekuthinjweni.’+
8 Yabona, ndiyabazisa bevela kwilizwe lasemntla,+ yaye ndiza kubaqokelela ndawonye bevela kweyona mimandla ithe qelelele yomhlaba.+ Phakathi kwabo kuya kubakho imfama nesiqhwala, umfazi omithiyo nalowo uzalayo, xa bebonke.+ Baya kubuyela apha belibandla elikhulu.+
8 “‘Ndiza kubabethela umlozi+ ndize ndibaqokelele ndawonye; kuba ngokuqinisekileyo ndiya kubakhulula,+ yaye bamele babe baninzi, kanye njengabo baye baba baninzi.+