- 
	                        
            
            Yeremiya 42:18INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        18 “Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Kanye njengoko umsindo wam nobushushu bam buphalazelwe phezu kwabemi baseYerusalem,+ ngokunjalo ubushushu bam buya kuphalazelwa phezu kwenu ngenxa yokungena kwenu eYiputa, kwaye ngokuqinisekileyo niya kuba sisithuko nento ekhwankqisayo nesiqalekiso nongcikivo,+ yaye anisayi kuba sayibona le ndawo.’+ 
 
-