Duteronomi 28:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Uya kukhwankqisa,+ ube ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke aya kukuqhubela kuzo uYehova. 1 Kumkani 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke. 2 Kronike 7:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+ INdumiso 44:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Usimisa njengongcikivo kubamelwane bethu,+Njengento yokugxekwa nokugculelwa kwabo basijikelezileyo.+
37 Uya kukhwankqisa,+ ube ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke aya kukuqhubela kuzo uYehova.
7 nam ndiza kumnqumla uSirayeli phezu komhlaba endimnike wona;+ nendlu endiyingcwalisele igama lam ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye uSirayeli uya kuba ngumzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.
20 nam ndiza kubancothula kumhlaba wam endabanika wona;+ nale ndlu endiyingcwalisele+ igama lam, ndiya kuyilahla phambi kwam,+ yaye ndiya kuyenza umzekelo+ nesingcikivo phakathi kwezizwana zonke.+
13 Usimisa njengongcikivo kubamelwane bethu,+Njengento yokugxekwa nokugculelwa kwabo basijikelezileyo.+