2 Kumkani 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela. Yeremiya 36:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi kuYeremiya livela kuYehova, lisithi: Yeremiya 46:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda: Daniyeli 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ngonyaka wesithathu wobukumkani bukaYehoyakim+ ukumkani wakwaYuda, kweza uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni eYerusalem, wayingqinga.+
24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela.
36 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi kuYeremiya livela kuYehova, lisithi:
2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda:
1 Ngonyaka wesithathu wobukumkani bukaYehoyakim+ ukumkani wakwaYuda, kweza uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni eYerusalem, wayingqinga.+