2 Kumkani 23:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma. 2 Kronike 36:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinanye; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.+ Yeremiya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni; Yeremiya 36:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi kuYeremiya livela kuYehova, lisithi:
36 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem iminyaka elishumi elinanye.+ Igama likanina lalinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.
5 UYehoyakim+ wayeneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula eYerusalem+ iminyaka elishumi elinanye; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova uThixo wakhe.+
25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni;
36 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika eli lizwi kuYeremiya livela kuYehova, lisithi: