- 
	                        
            
            Duteronomi 28:61INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        61 Nazo naziphi na izifo nezibetho ezingabhalwanga encwadini yalo mthetho, wozizisa uYehova phezu kwakho ude ubhubhe. 
 
- 
                                        
- 
	                        
            
            Yeremiya 34:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        17 “Ngoko ke utsho uYehova ukuthi, ‘Anindithobelanga ngokuthi niqhubeke nibhengeza inkululeko+ ngamnye kumntakwabo, ngamnye kwiqabane lakhe. Yabonani, ndibhengeza kuni inkululeko,’+ utsho uYehova, ‘ekreleni,+ kwindyikitya yokufa+ nasendlaleni,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuninikela ukuba ningcangcazeliswe zizo zonke izikumkani zomhlaba.+ 
 
-