INdumiso 78:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Nentliziyo yabo yayingaqinanga kuye;+Yaye abazingqinanga bethembekile kumnqophiso wakhe.+ Hoseya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye abamemezanga kum ukucela uncedo ngentliziyo yabo,+ nangona babeqhubeka bebhomboloza kwiimandlalo zabo. Ngenxa yokudla kwabo okuziinkozo newayini enencasa bahlala bengoongqikana;+ bayandijikela.+
14 Yaye abamemezanga kum ukucela uncedo ngentliziyo yabo,+ nangona babeqhubeka bebhomboloza kwiimandlalo zabo. Ngenxa yokudla kwabo okuziinkozo newayini enencasa bahlala bengoongqikana;+ bayandijikela.+