INdumiso 78:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Nentliziyo yabo yayingaqinanga kuye;+Yaye abazingqinanga bethembekile kumnqophiso wakhe.+ Isaya 29:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye uYehova uthi: “Ngenxa yokuba esi sizwana sisondele kum ngomlomo waso, sandizukisa nje ngemilebe yaso,+ kodwa intliziyo yaso ikude lee kum,+ nokundoyika kwaso ngumyalelo wabantu ofundiswayo,+ Yeremiya 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kwanangenxa yako konke oku udade wabo oliqhophololo, uYuda akabuyelanga kum ngentliziyo yakhe yonke,+ kuphela ngobuxoki,’+ utsho uYehova.” Zekariya 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+
13 Yaye uYehova uthi: “Ngenxa yokuba esi sizwana sisondele kum ngomlomo waso, sandizukisa nje ngemilebe yaso,+ kodwa intliziyo yaso ikude lee kum,+ nokundoyika kwaso ngumyalelo wabantu ofundiswayo,+
10 kwanangenxa yako konke oku udade wabo oliqhophololo, uYuda akabuyelanga kum ngentliziyo yakhe yonke,+ kuphela ngobuxoki,’+ utsho uYehova.”
5 “Thetha kubo bonke abantu belizwe nakubo ababingeleli uthi, ‘Ekuzileni kwenu ukutya+ nasekulileni ngenyanga yesihlanu nangenyanga yesixhenxe,+ le minyaka ingamashumi asixhenxe,+ ngaba ngokwenene nanizilela mna na, mna kanye na?+