IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Kanti ke sekunjalo, ngoxa besezweni leentshaba zabo, ngokuqinisekileyo andiyi kubagatya+ okanye ndibenyanye+ ngokokude ndibatshabalalise, ndaphule umnqophiso wam+ nabo; kuba ndinguYehova uThixo wabo.

  • Nehemiya 9:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye ngobuninzi benceba yakho akuzange ubatshabalalise+ okanye ubashiye;+ kuba unguThixo onobabalo+ nenceba.+

  • INdumiso 78:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+

      Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+

      Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.

  • IZililo 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Zizenzo zobubele bothando+ bukaYehova ukuba sibe asifikanga esiphelweni sethu,+ ngenxa yokuba iinceba zakhe ngokuqinisekileyo aziyi kuphela.+

  • Hezekile 20:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘“Laza iliso lam laba nosizi kubo ukuba ndingabonakalisi,+ yaye andizange ndibatshabalalise entlango.

  • Amosi 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “‘Khangelani! Amehlo eNkosi enguMongami uYehova aphezu kobukumkani obunesono,+ kwaye ngokuqinisekileyo uya kububhubhisa phezu komhlaba.+ Noko ke, andiyi kuyibhubhisa ngokupheleleyo indlu kaYakobi,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share