IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 kodwa ngobuninzi benceba yakho akuzange ubashiye+ entlango. Umqulu welifu awuzange uyeke ukubakhokela endleleni emini, nomqulu womlilo awuzange uyeke ukubakhanyisela indlela+ ababefanele bahambe ngayo ebusuku.+

  • INdumiso 78:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Kodwa wayenenceba;+ wayezigubungela iziphoso+ aze angonakalisi.+

      Izihlandlo ezininzi wayewubuyisa umsindo wakhe,+

      Yaye wayengawuvuseleli umsindo wakhe.

  • Yeremiya 30:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kuba ndinawe,” utsho uYehova, “ukuba ndikusindise;+ kodwa ndiya kwenza intshabalaliso phakathi kweentlanga zonke endiya kukuchithachithela kuzo.+ Noko ke, wena andiyi kukutshabalalisa.+ Ndiya kukulungisa ukusa kumlinganiselo ofanelekileyo, njengoko ndingayi kukha ndikushiye ungohlwaywanga.”+

  • IZililo 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Zizenzo zobubele bothando+ bukaYehova ukuba sibe asifikanga esiphelweni sethu,+ ngenxa yokuba iinceba zakhe ngokuqinisekileyo aziyi kuphela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share