2 Kumkani 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe. 1 Kronike 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bona oonyana bakaYehoyakim yayinguYekoniya+ unyana wakhe, uZedekiya unyana wakhe. 2 Kronike 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu+ neentsuku ezilishumi eYerusalem; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+ Yeremiya 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘Ndiphila nje,’ utsho uYehova, ‘kwanokuba uKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, ebengumsesane wokutywina+ esandleni sam sasekunene, bendiya kukuncothula!+
12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe.
9 UYehoyakin+ wayeneminyaka elishumi elinesibhozo ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iinyanga ezintathu+ neentsuku ezilishumi eYerusalem; waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.+
24 “‘Ndiphila nje,’ utsho uYehova, ‘kwanokuba uKoniya+ unyana kaYehoyakim,+ ukumkani wakwaYuda, ebengumsesane wokutywina+ esandleni sam sasekunene, bendiya kukuncothula!+