Luka 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ngexesha elililo wathuma ikhoboka+ kubalimi,+ ukuze bamnike simbi sesiqhamo sesidiliya.+ Noko ke, abalimi balindulula lilambatha,+ emva kokulibetha kanobom. 2 Korinte 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+ Hebhere 11:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ewe, abanye basifumana isilingo sabo ngokwenziwa intlekisa nokutyakatywa, eneneni, ngokungakumbi kunoko, ngemixokelelwane+ neentolongo.+
10 Kodwa ngexesha elililo wathuma ikhoboka+ kubalimi,+ ukuze bamnike simbi sesiqhamo sesidiliya.+ Noko ke, abalimi balindulula lilambatha,+ emva kokulibetha kanobom.
23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+
36 Ewe, abanye basifumana isilingo sabo ngokwenziwa intlekisa nokutyakatywa, eneneni, ngokungakumbi kunoko, ngemixokelelwane+ neentolongo.+