2 Kumkani 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+ Yeremiya 39:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo.
22 Ke bona abantu+ abasalayo kwilizwe lakwaYuda, abo uNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni wabashiya ngasemva, wamisela uGedaliya+ phezu kwabo unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan.+
14 bathumela baza bamthabatha uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi,+ bamnikela kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam+ unyana kaShafan,+ ukuba amzise endlwini yakhe, ukuze ahlale phakathi kwabantu abo.