1 Kumkani 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Baxabela ngamnye umntu wakhe; yaye amaSiriya+ asaba,+ waza uSirayeli wawasukela, kodwa uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya wabalekela ehasheni kunye nabanye abakhweli-mahashe. Yobhi 21:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ukuba ngemini yentlekele onobubi uyayekwa,+Ngemini yokuvutha komsindo uyahlangulwa?
20 Baxabela ngamnye umntu wakhe; yaye amaSiriya+ asaba,+ waza uSirayeli wawasukela, kodwa uBhen-hadadi ukumkani waseSiriya wabalekela ehasheni kunye nabanye abakhweli-mahashe.