IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Emva koko bonke abantu, ukususela komncinane kuse komkhulu, neentloko zemikhosi yamajoni basuka beza eYiputa;+ kuba babesoyika amaKhaledi.+

  • Isaya 30:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 abo banduluka behle baye eYiputa+ nabo bangabuzanga emlonyeni wam,+ ukuze baye kungena ekhusini legwiba likaFaro nokuze basabele emthunzini waseYiputa!+

  • Yeremiya 42:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 nisithi: “Hayi, kodwa siya kungena kwilizwe laseYiputa,+ apho singayi kubona khona imfazwe nesandi sophondo singayi kusiva nesonka singayi kusilambela; kulapho siya kuhlala khona ke”;+

  • Yeremiya 43:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share