IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:68
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 68 Ngokuqinisekileyo uYehova wokubuyisela eYiputa ngeenqanawa ngendlela endathi kuwe ngayo, ‘Anisayi kuphinda niyibone kwakhona,’+ kuze kufuneke nizithengise khona ezintshabeni zenu ukuba nibe ngamakhoboka nezicakakazi,+ kodwa kungabikho unithengayo.”

  • Yeremiya 41:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko bahamba baza bahlala kwindawo yokuhlala eKimham engaseBhetelehem,+ ukuba baqhubeke behamba baze bangene eYiputa,+

  • Yeremiya 42:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 nisithi: “Hayi, kodwa siya kungena kwilizwe laseYiputa,+ apho singayi kubona khona imfazwe nesandi sophondo singayi kusiva nesonka singayi kusilambela; kulapho siya kuhlala khona ke”;+

  • Yeremiya 43:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ekugqibeleni bafika kwilizwe laseYiputa,+ kuba abazange balithobele ilizwi likaYehova; bada baya kufikelela eTapanehesi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share