Yeremiya 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+ Yeremiya 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+ Yeremiya 50:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ndiza kumbuyisela uSirayeli kwidlelo lakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kudla eKarmele+ naseBhashan;+ umphefumlo wakhe uya kwanela kummandla weentaba wakwaEfrayim+ nowaseGiliyadi.’”+ Zefaniya 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umele ube ngummandla wabaseleyo bendlu kaYuda.+ Baya kudla kuwo. Kwizindlu zaseAshkelon, ngokuhlwa, baya kubutha khona. Kuba uYehova uThixo wabo uya kuphethulela ingqalelo yakhe kubo+ aze ngokuqinisekileyo abuyise abathinjiweyo babo.”+ Zefaniya 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+
6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+
16 Ngaloo mihla uYuda uya kusindiswa+ neYerusalem iya kuhlala ngonqabiseko.+ Kwaye kuya kuthiwa ukubizwa kwayo, uYehova ubuBulungisa Bethu.’”+
19 Ndiza kumbuyisela uSirayeli kwidlelo lakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kudla eKarmele+ naseBhashan;+ umphefumlo wakhe uya kwanela kummandla weentaba wakwaEfrayim+ nowaseGiliyadi.’”+
7 Umele ube ngummandla wabaseleyo bendlu kaYuda.+ Baya kudla kuwo. Kwizindlu zaseAshkelon, ngokuhlwa, baya kubutha khona. Kuba uYehova uThixo wabo uya kuphethulela ingqalelo yakhe kubo+ aze ngokuqinisekileyo abuyise abathinjiweyo babo.”+
20 Ngelo xesha ndiya kunizisa, kanye ngexesha lokuniqokelela kwam ndawonye. Kuba ndiya kunenza nibe ligama nendumiso phakathi kwezizwana zonke zomhlaba, ekubabuyiseni kwam abathinjiweyo benu phambi kwamehlo enu,” utsho uYehova.+