IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba utshilo kum uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Thabatha le ndebe yewayini yomsindo esandleni sam, useze ngayo zonke iintlanga endikuthumela kuzo.+

  • Yeremiya 25:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ndaza ke ndayithabatha indebe leyo esandleni sikaYehova ndaza ndaziseza zonke iintlanga uYehova awayendithumele kuzo:+

  • Yeremiya 25:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ukuba bathe bala ukuthabatha indebe leyo esandleni sakho ukuze basele, uze uthi kubo, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Nakanjani na niya kusela.+

  • IZililo 4:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Khawugcobe uze ube nemihlali,+ ntombi yakwaEdom,+ njengoko uhleli kwilizwe lakwaUtse.+

      Indebe iya kudlulela nakuwe.+ Uya kunxila uhambe ze.+

  • Obhadiya 16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba ngendlela nina enithe nasela ngayo entabeni yam engcwele, ziya kusela kwangayo rhoqo zonke iintlanga.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kusela zize zibimbilize ngokungathi azizange zibekho.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share