Yeremiya 25:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndaza ke ndayithabatha indebe leyo esandleni sikaYehova ndaza ndaziseza zonke iintlanga uYehova awayendithumele kuzo:+ Yeremiya 49:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Khangela! Nangona ingelosiko labo ukusela indebe, nakanjani na baya kusela.+ Yaye wena, uya kushiywa ungohlwaywanga ngokupheleleyo na? Akuyi kushiywa ungohlwaywanga, kuba nakanjani na uya kusela.”+
17 Ndaza ke ndayithabatha indebe leyo esandleni sikaYehova ndaza ndaziseza zonke iintlanga uYehova awayendithumele kuzo:+
12 Kuba utsho uYehova ukuthi: “Khangela! Nangona ingelosiko labo ukusela indebe, nakanjani na baya kusela.+ Yaye wena, uya kushiywa ungohlwaywanga ngokupheleleyo na? Akuyi kushiywa ungohlwaywanga, kuba nakanjani na uya kusela.”+