IMizekeliso 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Indlu yabaziphakamisileyo uYehova uyayichitha,+ kodwa uya kuwuzinzisa umda womhlolokazi.+ Amosi 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+ Obhadiya 4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukuba isikhundla sakho uya kusenza siphakame njengokhozi, okanye ukuba indlwane yakho ibiya kubekwa phakathi kweenkwenkwezi, nalapho bendiya kukuhlisa,”+ utsho uYehova.
2 Ukuba bemba bahlele eShiyol, isandla sam siya kubathabatha apho;+ nokuba bayenyuka baye emazulwini, ndiya kubahlisa apho.+
4 Ukuba isikhundla sakho uya kusenza siphakame njengokhozi, okanye ukuba indlwane yakho ibiya kubekwa phakathi kweenkwenkwezi, nalapho bendiya kukuhlisa,”+ utsho uYehova.