IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 20:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Nangona ukubalasela kwakhe kunyukela ezulwini+

      Nentloko yakhe ifika emafini,

  • Yeremiya 49:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ukutyhwatyhwa okubangeleyo kukukhohlisile, ukukhukhumala kwentliziyo yakho,+ wena uhlala kwiimfanta zengxondorha, ubambe ukuphakama kwenduli. Nangona wakhe indlwane yakho phezulu kanye njengokhozi,+ ndiya kukuhlisa apho,”+ utsho uYehova.

  • Yeremiya 51:53
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 53 “Kwanokuba iBhabhiloni ingenyukela emazulwini+ nokuba ingade iyenze ingafikeleleki indawo ephakamileyo yamandla ayo,+ abaphangi baya kuza kuyo bevela kum,”+ utsho uYehova.

  • Obhadiya 4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ukuba isikhundla sakho uya kusenza siphakame njengokhozi, okanye ukuba indlwane yakho ibiya kubekwa phakathi kweenkwenkwezi, nalapho bendiya kukuhlisa,”+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share