Yeremiya 51:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UYehova wemikhosi ufunge ngomphefumlo wakhe wathi,+ ‘Ndiza kukuzalisa ngabantu, njengeenkumbi,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kukhwaza ngawe bevuma.’+ Yeremiya 51:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Yabona, ndinxamnye nawe,+ ntaba eyonakalisayo,”+ utsho uYehova, “wena monakalisi womhlaba uphela;+ kwaye ndiza kusolula nxamnye nawe isandla sam ndize ndikuqengqe usuke ezingxondorheni ukuze ndikwenze intaba etshisiweyo.”+
14 UYehova wemikhosi ufunge ngomphefumlo wakhe wathi,+ ‘Ndiza kukuzalisa ngabantu, njengeenkumbi,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kukhwaza ngawe bevuma.’+
25 “Yabona, ndinxamnye nawe,+ ntaba eyonakalisayo,”+ utsho uYehova, “wena monakalisi womhlaba uphela;+ kwaye ndiza kusolula nxamnye nawe isandla sam ndize ndikuqengqe usuke ezingxondorheni ukuze ndikwenze intaba etshisiweyo.”+