IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 11:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ngokuqinisekileyo nam ndiya kulinika imvula ilizwe lenu ngexesha layo elimisiweyo,+ imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo,+ yaye eneneni uya kubutha ukudla kwakho okuziinkozo newayini yakho entsha neoli yakho.

  • INdumiso 147:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Lowo ugubungela amazulu ngamafu,+

      Lowo ulungiselela umhlaba imvula,+

      Lowo uhlumisa ingca eluhlaza ezintabeni.+

  • Yoweli 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye, nina bonyana baseZiyon, vuyani nibe nemihlali ngoYehova uThixo wenu;+ kuba uya kuninika imvula yasekwindla ngomlinganiselo ofanelekileyo,+ kwaye uya kunihlisela izantyalantyala zemvula, imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo, njengasekuqaleni.+

  • Yakobi 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Yibani nomonde, ke ngoko, bazalwana, de ibe bubukho+ beNkosi. Khangelani! Umlimi usilinda ngomonde isiqhamo esixabisekileyo somhlaba, ade afumane imvula yokuqala nemvula yamva.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share