Yobhi 37:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko ke mabamoyike abantu.+Akanikeli ngqalelo nakwabaphi na abalumkileyo kweyabo intliziyo.”+ Luka 12:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo. ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
5 Kodwa ndiza kunibonisa lowo wokoyikwa: Yoyikani+ lowo uthi emva kokubulala abe negunya lokuphosa eGehena.+ Ewe, ndithi kuni, yoyikani+ yena Lowo.
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+