Duteronomi 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Uqalekisiwe ongawamisiyo amazwi alo mthetho ukuba awenze.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ Galati 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+ Hebhere 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kungekhona ngokuvumelana nomnqophiso+ endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ngenxa yokuba abazange baqhubeke besemnqophisweni wam,+ kangangokuba ndayeka ukubanyamekela,’ utsho uYehova.”+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+
10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+
9 kungekhona ngokuvumelana nomnqophiso+ endawenza nookhokho babo ngomhla endababambayo ngesandla ndibakhupha kwilizwe laseYiputa,+ ngenxa yokuba abazange baqhubeke besemnqophisweni wam,+ kangangokuba ndayeka ukubanyamekela,’ utsho uYehova.”+