Duteronomi 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Uqalekisiwe ongawamisiyo amazwi alo mthetho ukuba awenze.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) Yeremiya 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 uthi kubo, ‘Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Uqalekisiwe umntu ongawaphulaphuliyo amazwi alo mnqophiso,+ IZenzo 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko, kutheni nimvavanya nje uThixo ngokubeka entanyeni yabafundi idyokhwe+ leyo thina nookhokho bethu singakwazanga ukuyithwala?+ Yakobi 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Lowo uwugcina wonke uMthetho, aze aphule umyalelo omnye, unetyala lokuwaphula wonke.+
3 uthi kubo, ‘Utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli ukuthi: “Uqalekisiwe umntu ongawaphulaphuliyo amazwi alo mnqophiso,+
10 Ngoko, kutheni nimvavanya nje uThixo ngokubeka entanyeni yabafundi idyokhwe+ leyo thina nookhokho bethu singakwazanga ukuyithwala?+