IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Siqalekiswe isiqhamo sesisu sakho+ nesiqhamo somhlaba wakho,+ namathole eenkomo zakho nenzala yomhlambi wakho.+

  • Yeremiya 9:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba ukufa kunyuke ngeefestile zethu; kufikile kwiinqaba zethu zokuhlala, ukuze kunqumle umntwana esitratweni, umfana kwiindawo zembutho.’+

  • Hezekile 24:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 ‘Yithi kwindlu kaSirayeli: “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yabonani, ndiyayihlambela ingcwele yam,+ iqhayiya lamandla enu,+ into enqwenelekayo emehlweni enu+ nento onemfesane ngayo umphefumlo wenu, yaye oonyana benu neentombi zenu enizishiye ngasemva—ziya kuwa likrele.+

  • Hoseya 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba nangona ekhulisa oonyana bakhe, ndiza kumhlutha abantwana ukuze kungabikho mntu;+ ngenxa yokuba—yeha ke yena ekusukeni kwam kuye!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share