IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uze ungaqubudi kuzo okanye uqhutyelwe ekuzikhonzeni,+ kuba mna Yehova Thixo wakho ndinguThixo ofuna uzinikelo olupheleleyo,+ ndizisa isohlwayo ngesiphoso sooyise phezu koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana, sabandithiyileyo;+

  • IZililo 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Amehlo am aphelile ziinyembezi.+ Amathumbu am ayabila.+

      Isibindi sam siphalalele emhlabeni kanye,+ ngenxa yokuwa kwentombi yabantu bam,+

      Ngenxa yokutyhafa komntwana nowanyayo kwiindawo zembutho zedolophu leyo.+

  • IZililo 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Vuka! Khwina ebudeni bobusuku ekuqaleni kwemilindo yakusasa.+

      Phalaza intliziyo yakho+ phambi kobuso+ bukaYehova kanye njengamanzi.

      Mphakamisele izandla zakho+ ngenxa yomphefumlo wabantwana bakho,

      Abatyhafileyo ngenxa yendlala emantloko ezitrato zonke.+

  • IZililo 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Zona kanye izandla zabafazi abanemfesane zibilise abantwana babo.+

      Banjengesonka sentuthuzelo kubani ebudeni bokuwa kwentombi yabantu bakowethu.+

  • Hoseya 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba nangona ekhulisa oonyana bakhe, ndiza kumhlutha abantwana ukuze kungabikho mntu;+ ngenxa yokuba—yeha ke yena ekusukeni kwam kuye!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share