IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Nothi ke ngoko nidle inyama yoonyana benu, nidle nenyama yeentombi zenu.+

  • Duteronomi 28:55
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 55 ukuba inganiki namnye kubo enyameni yonyana wayo eyidlayo, ngokuba ingenanto iseleyo ngenxa yengxinano nengcinezelo oluya kukurhangqa ngayo utshaba lwakho emasangweni akho onke.+

  • IZililo 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Khawubone, Yehova, uze ukhangele+ kulowo uqhubene naye ngokuqatha ngale ndlela.

      Ngaba abafazi bafanele baqhubeke besidla isiqhamo sabo, abantwana abazelwe beyileke ngokupheleleyo,+

      Okanye engcweleni kaYehova ufanele abulawe na umbingeleli nomprofeti?+

  • IZililo 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Kwanoodyakalashe banikele ngebele. Banyisa amathole abo.

      Intombi yabantu bam ikhohlakele,+ njengeenciniba zasentlango.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share