Yeremiya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kutheni na waba njengomntu othe khamnqa, njengendoda enamandla engakwaziyo ukusindisa?+ Kanti uphakathi kwethu,+ Yehova, kwaye igama lakho libiziwe phezu kwethu.+ Musa ukusiyekela.
9 Kutheni na waba njengomntu othe khamnqa, njengendoda enamandla engakwaziyo ukusindisa?+ Kanti uphakathi kwethu,+ Yehova, kwaye igama lakho libiziwe phezu kwethu.+ Musa ukusiyekela.